ISIGABA ESIPHEZULU IBANGA LESI 9 EYENKANGA 2014 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 MEMORANDAM AMANQAKU: 60 Le Memorandam inamaphepha ama - 5. 2 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 (EYENKANGA 2014) ICANDELO A UMBUZO 1 IRUBRIKI YEZINCOKO Ingongoma Umxholo Isicwangciso somsebenzi Isakhiwo Ukusetyenziswa kolwimi, upelo nempawu zokubhala 5 4 Umfundi ubonakalisa ukuyazi into abhala ngayo de asebenzise imizekelo ngolwazi analo Uyilo lwezimvo lucwangciswe ngokucacileyo kwimephu yengqondo izimvo zivela zithungelana ziyahambelana ngokwamanqanaba azakhele wona. Isakhiwo sakhe asithandabuzeki ,izimvo zihambelana ngokwemihlathi Umfundi ubonakalisa ukuyazi into abhala ngayo usebenzisa nemizekelo Ulwimi lusetyenziswe ngendlela ephuhlileyo kukho amagama akhethiweyo anika umdla. Upela kakuhle akanazimpazamo. Akukho ziphene ulwimi lusetyenziswe ngendlela efanelekileyo, isigama nesimbo zitsala umxhelo. Upela ngendlela echanekileyo Uyilo lugqwesile kwimephu yengqondo,izimvo ziqaqambile kwaye zilandeleka lula Isakhiwo sakhe asithandabuzeki ,izimvo zihambelana ngokwemihlathi 3 2 1 Umfundi uyaqonda kodwa kufuneka esebenze ngokuzimisela Uyilo lukhona kwimephu yengqondo izimvo zisemgaqweni kwaye zilandeleka lula Akukho sihlahla umongo ubhityile awanelisi Isihloko siqondwa luzizi ulwazi lufihlakele Lukho uyilo kwimephu yengqondo olungephi kodwa akukho sikhokhelo sisiso, uphumile emxholweni Akukho mbonakalo yayilo konke kugqame ukungaqondi Isakhiwo silandelwe kodwa asinasihlahla, izimvo ezingundoqo zikhona kodwa ukuthungelana kwezimvo kukumana kulahleka Ulwimi lusetyenziswe ngendlela kodwa zikho iziphene ezimbalwa, upelo luchanekile, isimbo sokubhala siyahambelana neenjongo Akukho kuthungelana phakathi kwemihlathi okugqibeleleyonezimvo azinelisi Isakhiwo asicacanga kwaye ukuthungelana kwezimvo akubonakali nentsingiselo ayivakali. Iziphene zolwimi zininzi. Upelo nokusetyenziswa kwempawu zokubhala kusafuna ukuqwalaselwa Iziphene zolwimi zininzi, intsingiselo ayikho kunye nezimvo. Akawuqondi kakuhle umcimbi wopelo nempawu zokubhala AMANQAKU ECANDELO A: Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha 40 3 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 (EYENKANGA 2014) ICANDELO B UMBUZO 2 2.1 IRUBRIKI YENCWADI (ILETA) Iingongoma eziza kujongwa. Izivakalisi Iziphumlisi Izimvo zomxholo Isakhiwo sencwadi Amagama nolwimi 4 3 2 1 inqaku Amanqaku ma-6 Zonke izivakalisi zakhiwe ngemigaqo yolwimi ngesiXhosa esisululungekileyo akukho zimpazamo. Amanqaku ma-4 Zonke izivakalisi zakhiwe ngokufanelekileyo Inqaku li-2 Ubuninzi bezivakalisi abunazo iimpazamo ngokwakheka kwazo Amaqaku akakho- 0 Zininzi iimpazamo ezifumanekayo kulwakhiwo lwazo. Uzichanile iziphumlisi kuyo yonke indlela yokubhala Inye impazamo efumanekayo yesiphumlisi Zintathu iimpazamo ezifumanekayo zeziphumlisi Amanqaku ma-8 Izimvo zibekwe ngendlela yobuchule ecace kakhulu zicwangcisiwe kulula ukufumana umxholo weleta. Amanqaku ma-6 Izimvo zibekwe ngokucacileyo nomxholo uyavela Amanqaku ma-4 Izimvo zicwangcisiwe kodwa azigqibelelanga ukucaca malunga nomxholo weleta Zininzi kakhulu iimpazamo ezifumanekayo zingaphezulu kwisine. Inqaku li-2 Ileta ibonakala ngokungathi kuqokelelwe izivakalisi ezinganiki ntsingiselo nomxholo weleta Amanqaku ma-6 Isakhiwo siqwalaselwe ngendlela echanekileyo kuyo yonke imiba yesakhiwo Amanqaku ma-4 Phantse zivele zonke iimpawu zesakhiwo seleta yobuhlobo Inqaku li-2 Ezinye iimpawu zesakhiwo aziveli. Amaqaku akakho- 0 Aziveli iimpawu zesakhiwo ngokucacileyo. Uwasebenzisile amagama akhethekileyo kwezinye iimeko Avela kancinci amagama akhethekileyo. Akaveli konke amagama akhethekileyo Amagama asetyenzisiweyo ngakhethekileyo athi anike ukusulungelwa kolwimi. [20] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha 4 2.2 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 ITEKISI YONXIBELELWANO: IDAYARI Iingongoma Amanqaku Ifomathi nobude (3 amanqaku) Ulwimi (3 amanqaku) Amanqaku Umxholo (4 amanqaku) (EYENKANGA 2014) 4 3 2 Amanqaku ma-6 Ifomathi igqibelele nobude buqwalaselwe ngokwanelisayo Amanqaku ma-4 Ifomathi iqwalaselwe nobude noko buyanelisa Inqaku li-2 Uyizamile noko ifomathi nangona ubude bukhalazeleka. Amanqaku ma-6 Izivakalisi zibonisa ubuchule obugqibeleleyo bokubhala, upelo neempawu zokubhala ziqwalaselwe kakhulu akukho kukhalazeka. Amanqaku ma-8 Umxholo uchanekile uhambelena ngokuchanekileyo nezimvo. Amanqaku ma-4 Izivakalisi zibhalwe kakuhle ulwimi luchanekile zimbalwa iimpazamo ezifumanekayo kwiimpawu zokubhala. Inqaku li-2 Izivakalisi azigqibekanga ngokuthe ncam xa zibhalwa, zininzi iimpazamo zeempawu zokubhala njengokupela neziingxi Inqaku Li-2 Umxholo uyalabalaba zininzi iimpazamo Amanqaku ma 4-6 Umxholo uchanekile zimbalwa iimpazamo ezifumanekayo 1 Amanqaku akakho-0 Ifomathi ayigqibelelanga nobude buyakhalazeka kakhulu bude okanye imfutshane kakhulu. Amaqaku akakho- 0 Izivakalisi zibhetyebhetye neempazamo zempawu zokubhala zininzi. Amanqaku akakho-0 Umxholo awuchanekanga nenjongo ayiphunyezwanga, zininzi kakhulu neempazamo ezifumanekayo. [20] Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha 5 2.3 ISIXHOSA ULWIMI LWASEKHAYA P3 (EYENKANGA 2014) ISIBHENGEZO QAPHELA OKU: 1. 2. 3. 4. 5. Okubhaliweyo makucace ngamagama amakhulu ukuba kungantoni √ Qaphela ukuba ujolise koobani √ Makunike umdla okubhaliweyo nangemizobo √ Iinkcukacha mazivele zonke √ Ulwimi olusetyenzisiweyo malunike umdla ngokusebenzisa amagama akhethiweyo √ AMANQAKU ECANDELO B: AMANQAKU EWONKE: AMANQAKU AGUQULELWE: (60 ÷ 2) (4) (4) (4) (4) (4) 20 60 30 Akuvumelekanga ukufotokopa eli phepha Tyhila iphepha
© Copyright 2025